Ngaphandle kokuba incwadi ifundisa ngebali lonyana wolahleko wasebhayibhileni, imfundo ibaluleke kakhulu, zikhankanywe kangako izikolo kule ncwadi, mayingasetyenziselwa ukunyoluka kwethu. Isahluko sesibhoso esisihloko sithi, "Umntu Ngumntu Ngabantu", siyazama ukunika 'intluva' ngale le ncwadi.
Umbhali, ukhulele eMgcwe, eNgqamakhwe/Dutywa. Izifundo zakhe uzenze kwisikolo sakuMankihlana, waza wadlulela kwisinala saseZizweni. Ephumile apho uye kufunda kwisikolo sobuGcisa i-HB Tsengwa Technical College, phambi kokuba adlulele kwiYunivesithi yobuGcisa eKapa.
Sithetha nje usebenza njengomcazululi
weendleko zokwakha (quantity surveyor), nomphathi weeprojekhthi (project manager) kwiSebe leMisebenzi yoLuntu (Department of Public Works), eMthatha.
Título : Unyana Wolahleko
EAN : 9798215742808
Editorial : Sir Mputa
El libro electrónico Unyana Wolahleko está en formato ePub
¿Quieres leer en un eReader de otra marca? Sigue nuestra guía.
Puede que no esté disponible para la venta en tu país, sino sólo para la venta desde una cuenta en Francia.
Si la redirección no se produce automáticamente, haz clic en este enlace.
Conectarme
Mi cuenta